Inombolo Yokubanga :r ...
INGXELO YOKUBUYELA (YOKUPHINDELA) EMSEBENZINI
UMTHETHO WEMBUYEKEZO KWINGOZI NEZIFOEMSEBENZINI, 1993 (UMTHETHO 130 ka 1993) Qaphela: Le fomu mayigcwaliswe ingeniswe ngokukhawuleza emva kokuba umsebenzi ebuyele emsebenzini. Ukuba ufumana uxilongo(amayeza) nika ingxelo yenyanga ngenyanga "yokubuyela emsebenzini "ade umsebenzi aphume esibhedlela /abuyele emsebenzini..
Amagama nefani yomsebenzi ... Inombolo yesazisi ...Idilesi: ... Ikhodi yeposi ... Igama lomgeshi ...Idilesi ... ikhodi yeposi ... Umhla wengozi ...
Chaza ixesha(isigaba) umsebenzi Ebengekho okanye esenza umsebenzi olula Ukusukela Ukuya Umvuzo obhatelwe umsebenzi ngamaxeshaabalulwe kumba 1
Umhla Ixesha Umhla Ixesha
.ISIGABA/IXESHA ENGEKHO EMSEBENZINI
ISIGABA ESENZA UMSEBENZI OLULA
Ingaba umsebenzi umsebenzi olula ubukhona waze umqeshwa wanikwa ? Ewe/Hayi ...
Ingaba umsebenzi uye wawenza lomsebenzi olula ebenikwe wona ? Ewe/Hayi ... ( ukuba hayi nika izizathu)...
Ingaba umsebenzi usaqashwe nguwe? Ewe /Hayi ...
b Idilesi afumaneka kuyo umsebenzi...
Ingaba umsebenzi ebefumana ukutya nendawo yokuhlala mahala ngelixa elibalulwe kumhlathi 1 ngasentla? Ukuba kunjalo chaza amaxa(ili) ngaphantsi kwimihlathi (a)no,okanye (b).
Ukutya Ukusukela ... Ukuya ...
Indawo yokuhlala Ukusukela ... Ukuya ...
Ixesha ebehleli ngalo(alichithe) Ukusukela ... Ukuya... esibhedlela
Uphawu lomqashi ...Igama (libhaliwe) ...Umhla (Ibalulekile) ...
